Matthew 15:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Yesu: Kwa ngoku nisengabo abangenakuqonda nani na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke yena uYesu, Anikabi nakuqonda na nani nangoku?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ke uYesu kubo, Anikabi nakuqonda na nani nangoku?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu wathi kubo: “Kanti nani nikwanje na ukungaqondi?