Matthew 15:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kunganina ukuba abadisipile bako bagqite isinikelo sabadala? ngokuba bengahlambi izandla zabo, okuya basitya isonka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kungani na ukuba abafundi bakho basigqithe isithethe samanyange? Kuba abazihlambi izandla zabo, xa badla isonka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kungani na ukuba abafundi bakho basigqithe isithethe samanyange? ngokuba abazihlambi izandla zabo, xa badla isonka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kutheni abafundi bakho bengasilandeli nje isithethe samanyange, le nto batya isonka ngezandla ezingahlanjwanga?”