Matthew 15:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa akampendula nalinye ilizwi. Bada beza abadisipile bake bamtandaza, besiti: Mndulule; ngokuba ekala emva kwetu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Beza abafundi bakhe, bamcela besithi, Mndulule, ngokuba usilandela ekhala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa akamphendulanga nelizwi eli. Beza abafundi bakhe, bamcela besithi, Mndulule; ngokuba uyakhala emva kwethu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa uYesu akamphendulanga tu. Basondela abafundi bakhe, bambongoza besithi: “Mvumele, kuba nanku ekhwaza emva kwethu.”