Matthew 15:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku wesuka apo u‐Yesu weza ngaselwandle lwase‐Galili, wenyukela entabeni, wahlala pantsi kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Esukile apho, uYesu weza ngaselwandle lwaseGalili, wenyuka intaba, wahlala phantsi khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emka apho uYesu, weza ngaselwandle lwaseGalili; wenyuka intaba, wahlala phantsi khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akumka apho, uYesu wafika ngakuLwandle lwaseGalili, wenyuka intaba, wahlala phantsi.