Matthew 15:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza abadisipile bake bati kuye: Sozuza pina entlango izonka ezininzi kangaka, ukuba sihlutiswe isihlwele esingakanana?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi kuye abafundi bakhe, Sozizuza phi na entlango apha izonka ezingade zihluthise izihlwele ezingakanana?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi ke kuye abafundi bakhe, Sozizuza phi na entlango apho izonka ezingaka, zokuhluthisa isihlwele esingaka?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baza bathi kuye abafundi: “Zingafumaneka phi na entlango apha izonka ezinokubanela abantu abangaka?”