Matthew 15:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba utixo eyalele, esiti: Beka uyihlo nonyoko; esiti kanjalo: Otukayo uyise, umhlaumbi unina, makafe ngokufa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uThixo wawisa umthetho, esithi, Mbeke uyihlo nonyoko;wathi kanjalo, Omthethela okubi uyise nokuba ingunina, makafe ukufa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uThixo wawisa umthetho, esithi, Mbeke uyihlo nonyoko; wathi kanjalo, Omthethela kakubi uyise nokuba ingunina, makafe ukufa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uThixo wathi: ‘Beka uyihlo nonyoko,’ watsho nokuthi: ‘Othuka uyise, nokuba ngunina, makabulawe.’