Matthew 16:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bandula baqonda ukuba akatshongo ukuti mabalumkele igwele lesonka, kodwa mabalumkele imfundiso yabafarisi nabasadusi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bandula ukuqonda, ukuba ubengatsho ukuthi mabalumkele igwele lesonka; ubesithi mabalumkele imfundiso yabaFarisi nabaSadusi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bandula ukuqonda, ukuba ubengatsho ukuthi mabalumkele igwele lesonka; ubesithi mabalumkele imfundiso yabaFarisi nabaSadusi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baqonda ke ngoko ukuba uYesu ubengàtsho ukuthi mabalumkele igwele lesonka, koko wayesithi mabalumkele imfundiso yabaFarasi nabaSadusi.