Matthew 16:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko wapendula wati kubo: kwakuba kuhlwile niti: Kwobako ukuzola; ngokuba izulu libomvu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula ke wathi kubo, Ngokuhlwa nithi, Liya kusa; kuba izulu limlilo ukuba bomvu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula ke wathi kubo, Ngokuhlwa nithi, Liya kusa; kuba izulu limlilo ukuba bomvu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphendula ke wathi kubo: [“Ukutshona kwelanga nithi: ‘Liya kuba lihle, kuba amafu abomvu.’