Matthew 16:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wabayala abadisipile bake, ukuba mabangaxeleli mntu ukuba ungu‐Yesu u‐Kristu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabayala abafundi bakhe, ukuba bangaxeleli bani ukuba yena unguYesu uKristu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabayala abafundi bakhe, ukuba bangaxeleli bani ukuba yena unguye uKristu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabayala ke abafundi bakhe ukuba bangaxeleli bani ukuba yena unguye uKrestu.