Matthew 16:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko wajika wati ku‐Petrosi: Yiya emva kwam, Satane! usisixakaniso kum; ngokuba unganyamekeli izinto zikatixo, unyamekela izinto zabantu nje.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wajika ke wathi kuPetros, Suka uye emva kwam, Sathana, usisikhubekiso kum; ngokuba ungazinyamekeli ezikaThixo izinto, unyamekela ezabantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wajika ke wathi kuPetros, Suka uye emva kwam, Sathana, usisikhubekiso kum; ngokuba ungazinyamekeli ezikaThixo izinto, unyamekela ezabantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wajika uYesu, wathi kuPetros: “Hamb' umke kum, Sathana. Uyandikhubekisa, kuba akuzinyamekeli izinto zikaThixo, unyamekela ezabantu.”