Matthew 16:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Yesu wati kubadisipile bake: Ukuba umntu uyafuna ukuza emva kwam, makazikanyeze, apate ikuruse yake, andilandele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wandula wathi uYesu kubafundi bakhe, Ukuba kukho othanda ukundilandela, makazincame ngokwakhe, awuthwale umnqamlezo wakhe, andilandele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wandula wathi uYesu kubafundi bakhe, Ukuba kukho othanda ukundilandela, makazincame ngokwakhe, awuthwale umnqamlezo wakhe, andilandele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu ke wathi kubafundi bakhe: “Ofuna ukuba ngumlandeli wam makazincame, athwale umnqamlezo wakhe, andilandele;