Matthew 16:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo kwakusa niti; Namhla kwobako uqwitela; ngokuba izulu libomvu lisibekela. Zihanahanisindini! ukubonakala kwezulu okunene niyazi ukukuqiqa; kodwa aningeyi qiqe na imiqondiso yalamaxesha?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kanjalo kusasa nithi, Namhla luqhwithela; kuba izulu limlilo ukuba bomvu, lisibekele. Bahanahanisindini, nikwazi nje ukubucalula ubuso bezulu, ke yona imiqondiso yamaxesha aninako na ukuyicalula?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kanjalo kusasa nithi, Namhla luqhwithela; kuba izulu limlilo ukuba bomvu, lisibekele. Bahanahanisindini, niyakwazi ukubucalula ubuso bezulu; Ke imiqondiso yamaxesha aninako na ukuyicalula?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kusasa nithi: ‘Namhlanje liza kuna, kuba lisibekele.’ Niyayahlula ke imo yezulu. Kutheni na phofu ningayahluli nje imiqondiso yeli xesha sikulo?]