Matthew 16:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayekwazi oku u‐Yesu, wati kubo: Yinina ukuba nipikisane omnye nomnye, nina balukolo luncinane! ngokuba ningatabatanga nani izonka?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekwazi ke oko uYesu, wathi kubo, Ehlani, nina balukholo luncinane! Yini na ukuba nicamange phakathi kwenu, ngokuba ningaphathanga zonka?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekwazi ke oko uYesu, wathi kubo, Ehlani, nina balukholo luncinane! Yini na ukuba nicamange, ngokuba ningaphathanga zonka?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu, ekwazi oko bakuthethayo, wathi kubo: “Yini na ukuba nithethe ngokungabi nazonka, nina balukholo luncinane?