Matthew 16:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Anikaqondi na, anizikumbuli na kanjalo izonka ezihlanu zamawaka amahlanu, nezitya enazicolayo ukuba zingapina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Anikaqiqi na, anizikhumbuli na izonka ezihlanu zamawaka amahlanu, nokuba zazingaphi na izitya enazithabathayo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Anikaqondi na, anizikhumbuli na izonka ezihlanu zamawaka amahlanu, nokuba zazingaphi na iingobozi enazithabathayo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Anikaqondi na? Anikhumbuli na ukuba zazingaphi iingobozi ezazizele yintsalela okuya ndandiqhekezela amawaka amahlanu izonka ezihlanu?