Matthew 17:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nkosi! yiba netaṙu kunyana wam, ukuba enesatutwane, ebulalekile kakubi; ngokuba esiwa futi emlilweni, nafuti emanzini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nkosi, menzele inceba unyana wam; ngokuba unesathuthwane, esiva ubunzima obukhulu; kuba esiwa futhi emlilweni, nasemanzini futhi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nkosi, menzele inceba unyana wam; ngokuba unesathuthwane, ubandezelekile; kuba futhi esiwa emlilweni, nasemanzini futhi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
yathi: “Nkosi, menzele inceba unyana wam. Uphethwe kakubi sisithuthwane. Usoloko esiwa emlilweni okanye emanzini.