Matthew 17:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Yesu wayitetisa idemoni, eyapuma kuye; wati umfana wapiliswa kwa ngeloxeshana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waza uYesu wayikhalimela, yaphuma kuye idemon; waphiliswa umntwana kwangelo lixa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waza uYesu wayikhalimela indimoni leyo; wemka kuye; waphiliswa umntwana kwangelo lixa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayikhalimela uYesu indimoni leyo, yaza yaphuma kumntwana lowo, waphila kwangoko.