Matthew 17:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wenziwa ngakumbi isimilo sake pambi kwabo, bati ubuso bake bakazimla njengalo ilanga, nezivato zake zaba mhlope njengako ukukanya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wenziwa waba kumila kumbi phambi kwabo, bathi ubuso bakhe bakhazimla njengelanga, zasuka ke iingubo zakhe zamhlophe njengokukhanya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wenziwa waba kumila kumbi phambi kwabo, bathi ubuso bakhe bakhazimla njengelanga, zasuka ke iingubo zakhe zamhlophe njengokukhanya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu wênziwa kumila kumbi phambi kwabo, ubuso bakhe babengezela ngokwelanga, izambatho zakhe zaqaqamba njengokukhanya.