Matthew 17:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku bakuba bebesahamba e‐Galili, wati u‐Yesu kubo: Unyana wesintu uza kunikelwa ezandleni zabantu,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, bakubon ukuba bahleli kwelaseGalili, wathi uYesu kubo, UNyana woMntu uza kunikelwa ezandleni zabantu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, bakubon’ ukuba bahleli kwelaseGalili, wathi uYesu kubo, uNyana woMntu uza kunikelwa ezandleni zabantu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa babelityhutyha elaseGalili, uYesu wathi kubafundi bakhe: “*UNyana woLuntu seleza kunikelwa ezandleni zabantu.