Matthew 17:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Petrosi kuye: Kubo abasemzini. Wati u‐Yesu kuye: Kukona onyana bakululekile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi uPetros kuye, Kwabasemzini. Wathi uYesu kuye, Bakhululekile ngoko ke bona oonyana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi uPetros kuye, Kwabasemzini. Athi uYesu kuye, Bakhululekile ngoko ke bona abantwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphendula wathi: “Abasemzini.” Waza uYesu wathi kuye: “Bakhululekile ke erhafini oonyana,