Matthew 17:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waselesiza u‐Yesu wabacu̔kumisa, wati: Vukani, ize ningoyiki.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akufika uYesu wabachukumisa, wathi, Vukani ningoyiki.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waya ke uYesu, wabachukumisa, wathi, Vukani ningoyiki.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waya kubo uYesu, wabavusa esithi: “Phakamani! Musani ukoyika!”