Matthew 18:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo asi yintando yake uyihlo wenu osezulwini, ukuba kubube omnye waba bancinane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwangokunjalo asikukuthanda kukaYihlo osemazulwini, ukuba kulahleke namnye waba bancinane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwangokunjalo asikukuthanda kukaYihlo osemazulwini, ukuba kulahleke namnye waba bancinane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwangokunjalo naye uYihlo osezulwini akafuni kulahleke nokuba abe mnye kwaba bancinane.”