Matthew 18:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba ke umzalwana wako uyona ngakuwe, yiya umohlwaye kube pakati kwako naye yedwa: ukuba uyakuva, uzuzile umzalwana wako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ke umzalwana wakho uthe wakona, yiya umohlwaye inguwe naye ninedwa; ukuba uthe wakuva, woba umzuzile umzalwana wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ke umzalwana wakho uthe wakona, yiya umohlwaye inguwe naye ninedwa; ukuba uthe wakuva, woba umzuzile umzalwana wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ukuba uwenu uthe wona, yiya uthethe naye ninodwa. Ukuba úthe wakuva, woba umzuzile uwenu.