Matthew 18:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba akeva, tabata kunye nawe kanjalo abe mnye, umhlaumbi babe babini, ukuze onke amazwi amiswe ngomlomo wamanqi̔na amabini umhlaumbi amatatu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukuba uthe akeva buya uthabathe nawe abe mnye nokuba babini, ukuze onke amazwi amiswe ngomlomo wamangqina amabini, nokuba ngamathathu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ukuba uthe akeva buya uthabathe nawe abe mnye nokuba babini, ukuze onke amazwi amiswe ngomlomo wamangqina amabini, nokuba ngamathathu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ukuba úthe akeva, yiya kuye uhamba nomnye umntu, nokuba babini, ukuze loo ngxoxo ibe namangqina amabini okanye amathathu.