Matthew 18:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Yesu wabiza umntwana, wammisa pakati kwabo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYesu wabizela kuye umntwana, wammisa phakathi kwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waza uYesu wabizela kuye umntwana, wammisa phakathi kwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu wabizela umntwana kuye, wammisa phambi kwabo,