Matthew 18:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula weza u‐Petrosi kuye, wati: Nkosi! woba futi kangakananina umzalwana wam esona ngakum, ndimxolele? kude kube ngamaxesha asixe̔nxe na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwandula kweza uPetros kuye wathi, Nkosi, koba futhi kangaphi na umzalwana wam endona, ndimxolela? Koda kube kasixhenxe na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Weza uPetros kuye wathi, Nkosi, koba futhi kangaphi na umzalwana wam endona, ndimxolela? Koda kube kasixhenxe na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Weza uPetros kuYesu, wabuza esithi: “Nkosi, koda kube kangaphi na uwethu endona ndimxolela? Ngaba koba kasixhenxe na?”