Matthew 18:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oku ubukumkani bezulu bufanekiswa nokumkani otile, owafuna ukubuza izicaka zake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa yoko ubukumkani bamazulu bufanekiswa nomntu ongukumkani, owafuna ukubalelana nabakhonzi bakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ke ubukumkani bamazulu bufanekiswa nomntu ongukumkani, owafuna ukubalelana nabakhonzi bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku ukulawula kukaThixo kunokufaniswa nokumkani owafuna ukuphicotha amatyala ezicaka zakhe.