Matthew 18:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwati, akuqala ukubuza, kwaziswa kuye esinye esinetyala letalente ezilishumi lamawaka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuthe ke akuqala ukubalelana nabo, kwaziswa kuye omnye onetyala leetalente ezingamawaka alishumi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuthe ke akuqala ukubalelana nabo, kwaziswa kuye omnye onetyala leetalente ezingamawaka alishumi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zisukanje kwaziswa kuye isicaka esinetyala elikhulu lemali.