Matthew 18:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bekungafanele nawe na ukuba ube netaṙu kuso esisisicaka nawe, njengokuba nam bendinetaṙu kuwe?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ubungamelwe na kukuba ube nenceba nawe kokhonza kunye nawe, njengokuba nam bendinenceba kuwe?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ubungamelwe na kukuba ube nenceba nawe kokhonza kunye nawe, njengokuba nam bendinenceba kuwe?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ubungamelwe na kukuba ube nenceba nawe kosisicaka kunye nawe, njengokuba nam ndikwenzele inceba?’