Matthew 19:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko wati kubo: Abalamkeli elilizwi bonke abantu; ngabanikiweyo abalamkelayo kupela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke yena kubo, Asibantu bonke abaliqondayo elo lizwi;ngabo banikiweyo bodwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ke yena kubo, Asibantu bonke abaliqondayo eli lizwi, ingengabo banikiweyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza wathi kubo: “Asingabo bonke abanako ukungàzeki, kuphela ngabo baphiweyo nguThixo.