Matthew 19:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwandula kwaziswa kuye abantwana, ukuze abeke izandla pezu kwabo, atandaze: bati ke abadisipile babatetisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaza kwaziswa kuye abantwana, ukuze abeke izandla phezu kwabo, athandaze; basuka abafundi babakhalimela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaza kwaziswa kuye abantwana, ukuze abeke izandla phezu kwabo, abathandazele; basuka abafundi babakhalimela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwaziswa abantwana kuYesu, ukuba ababeke izandla, abathandazele. Basuka abafundi bakaYesu babakhalimela abo babezisa abantwana;