Matthew 19:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Yesu wati: Vumelani abantwana, ize ningabaleli, ukuza kum; ngokuba ubukumkani bezulu bubobabanjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke uYesu, Bayekeni abantwana, ningabaleli ukuza kum;kuba ubukumkani bamazulu bobabo banjalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ke uYesu, Bayekeni abantwana, ningabaleli ukuza kum; kuba ubukumkani bamazulu bobabo banjalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza uYesu wathi: “Bayekeni abantwana beze kum, ningabanqandi, kuba ábalawulwa nguThixo ngabanjengabo.”