Matthew 19:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku bona ke, kweza umntu otile wati kuye: Mfundisi olungileyo! yiyipina into elungileyo endiya kuyenza, ukuze ndibe nabo ubomi obungunapakade?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwabonakala kusiza othile, wathi kuye, Mfundisi ulungileyo, yiyiphi na into elungileyo endingenza yona, ukuze ndibe nabo ubomi?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwabonakala kusiza othile, wathi kuye, Mfundisi ulungileyo, yiyiphi na into elungileyo endingenza yona, ukuze ndibe nabo ubomi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwabonakala mntu uthile esiza kuYesu, wathi: “Mfundisi, ndingenza ntoni ilungileyo ukuze ndibe nobomi obungunaphakade?”