Matthew 19:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Yesu kuyo: Ukuba unga ungaba ufezekile, hamba, uye utengise ngempahla yako, upe amahlwempu, wauya kuba nendyebo ezulwini; uze ke, ulandele mna.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYesu kuyo, Ukuba unga ungafezeka, hamba uye kuthengisa ngeempahla zakho, uphe amahlwempu, woba nobutyebi emazulwini; uze ke undilandele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYesu kuyo, Ukuba unga ungafezeka, hamba uye kuthengisa ngeempahla zakho, uphe amahlwempu, woba nobutyebi emazulwini; uze ke undilandele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu wathi kuye: “Ukuba ufuna ukufeza konke ngokupheleleyo, hamba uye kuzithengisa zonke izinto onazo, wabele amahlwempu imali leyo; woba nobutyebi ezulwini; uze kum ke, undilandele.”