Matthew 19:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Yesu wati kubadisipile bake: Ngokwenene nditi kuni: Kunqabile kwisityebi ukuba singene ebukumkanini bezulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke uYesu kubafundi bakhe, Inene, ndithi kuni, Koba ngenkankulu ukuba isityebi singene ebukumkanini bamazulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waza wathi uYesu kubafundi bakhe, Inene, ndithi kuni, Koba ngenkankulu ukuba isityebi singene ebukumkanini bamazulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza uYesu wathi kubafundi bakhe: “Ndithi kuni, inene, kunzima kakhulu ukuba isityebi sibuxhamle ubuncwane bokulawulwa nguThixo.