Matthew 19:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wapendula u‐Petrosi wati kuye: Bona ke, tina sikushiyile konke, salandela wena; sesiya kuba nanto nina ke?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula uPetros wathi kuye, Uyabona, thina sishiye iinto zonke sakulandela; siya kuba nantoni na ke?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula ke uPetros wathi kuye, Uyabona, thina sishiye iinto zonke sakulandela; siya kuba nantoni na ke?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi ke uPetros: “Khangela, thina sishiye zonke izinto sakulandela. Ngaba siya kufumana ntoni na ke thina?”