Matthew 19:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapendula wati kubo: Anileseshanga na ukuba umdali wabenza kwa sekuqalekeni indoda nomfazi,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uphendule ke wathi kubo, Anilesanga na ukuba owadalayo kwasekuqalekeni wabadala bayindoda nenkazana,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula ke wathi kubo, Aniyilesanga na, ukuba lowo wabadalayo kwasekuqalekeni wabadala bayindoda nenkazana?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabaphendula wathi: “Aniyifundanga na *eziBhalweni le ndawo ithi: ‘UMdali wabadala kwasekuqalekeni bayindoda nomfazi.