Matthew 19:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati kubo: u‐Mosesi, ngenxa yobulukuni bentliziyo zenu, wanivumela ukuba nilahle abafazi benu; koko kungabanga njalo kwa sekuqalekeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi kubo, UMoses ngenxa yobulukhuni beentliziyo zenu wanivumela ukuba nibale abafazi benu; ke ekuqalekeni bekungenjalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi kubo, uMoses ngenxa yobulukhuni beentliziyo zenu wanivumela ukuba nibale abafazi benu; ke ekuqalekeni bekungenjalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu wathi kubo: “Kwakungokuba lukhuni kweentliziyo zenu ukuba uMosis anivumele nibàle abafazi benu, kodwa ekuqalekeni kwakungenjalo.