Matthew 2:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
isiti: Suka, utabate umntwana nonina, uye ezweni lakwa‐Sirayeli; ngokuba befile abo babefuna ubomi bomntwana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Vuka, umthabathe umntwana nonina, uye ezweni lakwaSirayeli;kuba bafile abo babezonda ubomi bomntwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Vuka, umthabathe umntwana nonina, uye ezweni lakwaSirayeli; kuba bafile abo babezonda ubomi bomntwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
sisithi: “Vuka, uthathe umntwana nonina, uye kwelakwaSirayeli, kuba bafile abo babefuna ukumbulala umntwana.”