Matthew 20:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ubukumkani bezulu bufana nomntu ongumninindlu, owapumayo kunye nokusa ukuya kuqesha abasebenzi baye esitiyeni sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ubukumkani bamazulu bufana nomntu ongumninindlu, owaphuma ekuseni, waya kuqesha abasebenzi bokuya esidiliyeni sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku ubukumkani bamazulu bufana nomntu ongumninindlu, owaphuma ekuseni, waya kuqesha abasebenzi bokuya esidiliyeni sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ukulawula kukaThixo kunokufaniswa nomninimzi owaphuma kusasa, waya kuqesha abantu bokusebenza esidiliyeni sakhe.