Matthew 20:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Pata okukokwako uhambe: nditanda ukunika nakuló wokugqibela njengoko ndinika ngako nakuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Thabatha okwakho uhambe; ndithanda ukumnika lowo wokugqibela kwanjengoko ndikunike ngako.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Thabatha okwakho uhambe; ndiya kumnika lowo wokugqibela kwanjengoko ndikunike ngako.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Thatha imali yakho, uhambe. Ndizithandele okokuba lo mntu ufike mva ndimamkelise njengawe.