Matthew 20:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo ke abokugqibela boba ngabokuqala, nabokuqala boba ngabokugqibela; ngokuba bebaninzi ababiziweyo, koko bebancinane abaqashiweyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokunjalo abokugqibela baya kuba ngabokuqala, nabokuqala, baya kuba ngabokugqibela; kuba baninzi ababiziweyo, ke bambalwa abanyuliweyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokunjalo abokugqibela baya kuba ngabokuqala, nabokuqala, baya kuba ngabokugqibela; kuba baninzi ababiziweyo, ke bambalwa abanyuliweyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kwangokunjalo ke abokugqibela boba ngabokuqala, nabokuqala babe ngabokugqibela.”