Matthew 20:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, siyanyukela e‐Yerusaleme, waeya kuti unyana wesintu anikelwe kubo abaperisite abakulu nababa̔li; abaya kumgweba ukuba afe,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Niyabona, siyenyuka siya eYerusalem, waye uNyana woMntu eya kunikelwa kubo ababingeleli abakhulu nababhali. Baya kumgweba ukuba afe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Niyabona, siyenyuka siya eYerusalem; waye uNyana woMntu eya kunikelwa kubabingeleli abakhulu nakubabhali, kwaye baya kumgweba ukuba afe,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Niyabona, siya eJerusalem, apho *uNyana woLuntu aya kunikelwa khona kubabingeleli abaziintloko nakubachazi-mthetho. Baya kumgwebela ukufa,