Matthew 20:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wema u‐Yesu wazibiza, wati: Ninga ndingenza nto nina kuni?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wema uYesu, wazibiza wathi, Ninga ndinganenzela ntoni na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wema uYesu, wazibiza wathi, Ninga ndinganenzela ntoni na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wema ke uYesu, wazibiza, wathi: “Nifuna ndinenzele ntoni na?”