Matthew 20:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabetwa lusizi ke u‐Yesu, wacu̔kumisa amehlo azo; ati kwa oko aba nokubona amehlo azo, zamlandela ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wasikwa ke yimfesane uYesu, wawachukumisa amehlo azo; zaba nokubona kwaoko ngamehlo azo, zamlandela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wasikwa ke yimfesane uYesu, wawachukumisa amehlo azo, zaba nokubona kwaoko ngamehlo azo, zamlandela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wavelana nazo ke uYesu, wawachukumisa amehlo azo, zaza kwangoko zaba nokubona, zamlandela.