Matthew 20:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wati nakwabo: Hambani nani niye esitiyeni sam, nento esukuba ifanelekile ndoyinika kuni. Bemka baya ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi nakwabo, Hambani nani niye esidiliyeni, ndoninika okusukuba kufanelekile. Bahamba ke baya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kubo; Hambani nani niye esidiliyeni, ndoninika okusukuba kufanelekile. Bahamba ke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza wathi kuwo: ‘Nani yiyani kusebenza esidiliyeni sam. Ndonamkelisa umvuzo ofanelekileyo.’