Matthew 20:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapuma nangeyure yeshumi elinanye, wafumana abanye bemi bengenamsebenzi, wati kubo: Yinina ukuba nimi apa lemini yonke ningenamsebenzi?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ephumile ke malunga nelixa leshumi elinanye, wafumana abanye bemi bengasebenzi; athi kubo, Yini na ukuba nime apha imini iphela ningasebenzi?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ephumile ke malunga nelixa leshumi elinanye, wabafumana abanye bemi bengasebenzi; athi kubo, Yini na ukuba nime apha imini yonke ningasebenzi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emalanga uphinde waya, wabona amanye amadoda emi apho, wathi kuwo: ‘Kutheni na ukuba nime apha imini yonke ningasebenzi?’