Matthew 20:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati kuye: Ngokuba kungeko mntu osiqeshileyo. Wati kubo: Hambani nani niye esitiyeni sam, nento esukuba ifanelekile niya kuyamkela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi kuye, Akukho bani usiqeshileyo. Athi kubo, Hambani nani niye esidiliyeni; niya kwamkela okusukuba kufanelekile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi kuye, Akukho bani usiqeshileyo. Athi kubo, Hambani nani niye esidiliyeni; kwaye nakuphi na okufanelekileyo niya kukwamkela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Athi kuye: ‘Kungenxa yokuba kungekho mntu usiqeshileyo.’ Waza wathi kuwo: ‘Nani yiyani kusebenza esidiliyeni sam.’