Matthew 21:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wati kubo: Kuba̔liwe ngokuti: Indlu yam iya kubizwa ngokuti yindlu yokutandaza; kanti nina niyenzile umqolomba wamabada.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
athi kubo, Kubhaliwe kwathiwa, Indlu yam iya kubizwa ngokuba yindlu yokuthandaza; ke nina niyenze umqolomba wezihange.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kubo, Kubhaliwe kwathiwa, Indlu yam iya kubizwa ngokuba yindlu yokuthandaza; Ke nina niyenze umqolomba wezihange.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza wathi kubo: “*EziBhalweni uThixo uthi: ‘Indlu yam yindlu yokuthandaza.’ Ke nina niyenze umqolomba wezihange.”