Matthew 21:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wabashiya, wapuma esixekweni waya e‐Betaniya, walalisa kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabashiya, waphumela ngaphandle komzi, waya eBhetani, walala khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabashiya, waphuma ngaphandle komzi, waya eBhetani; walala khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabashiya, waphuma esixekweni, waya eBhetani, walala khona.