Matthew 21:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza abadisipile, bakubona oko, bati nqa, besiti: Hai umkiwane ukubuna kamsinya kangakanana!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bakukubona oko abafundi, bamangaliswa, besithi, Utheni na ukoma msinya kangakanana umkhiwane?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakukubona oko abafundi bakhe, bamangaliswa, besithi, Utheni na ukubuna kwangoko umkhiwane?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bekubonile oku, abafundi bakaYesu bamangaliswa, bathi: “Kutheni ukuba usuke wome ngokukhawuleza kangaka lo mkhiwane?”